October 14, 2012, Ufundo Lwesibini

Incwadi eya kumaHebhere 4: 12-13

4:12 Kuba iLizwi likaThixo liphilile, liyasebenza: lihlaba ngaphezu kwamakrele onke antlangothi mbini, efikelela kukwahlukana phakathi komphefumlo nomoya, naphakathi kwamalungu nomongo, likwanjalo ke lizicalula iingcingane nezicamango zentliziyo.
4:13 Yaye akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe. kuba zonke izinto ke zize, zityhilekile, emehlweni akhe;, lowo sithetha ngaye.

Amagqabantshintshi

Leave a Reply